Eyemfuduko 6:1 XHO96

1 Wathi ke uNdikhoyo kuMosis: “Uza kuyibona ke ngoku into endiza kuyenza kukumkani waseJiputa. Ngamandla am ndomnyanzela abakhulule aba bantu; enyanisweni ndiza kumenza abagxothe ngokwakhe emhlabeni wakhe.”

funda isahluko epheleleyo Eyemfuduko 6

imbono Eyemfuduko 6:1 kwimeko