Izafobe 10:1 XHO96

1 Nazi izafobe zikaSolomon:Unyana osisilumko ulibhongo likayise,ke yena osisityhakala ungumva-ndedwa kanina.

funda isahluko epheleleyo Izafobe 10

imbono Izafobe 10:1 kwimeko