Izafobe 13:2 XHO96

2 Umntu ufumana ulutho axhamle isiqhamo sokuthetha kwakhe;kambe ke wona umnqweno wabantu abanganyanisekanga bubundlobongela.

funda isahluko epheleleyo Izafobe 13

imbono Izafobe 13:2 kwimeko