24 Akunani kwaukuhlala wedwa noba kuphezu kwendlu,ndaweni yokuhlala ndlwini-nye nomfazi ongunogqwashu.
25 Iindaba ezimnandi ezivela kwelikudezihlaziya oku kwamanzi abandayo emntwini odiniweyo.
26 Akoyiswa sisikhohlakali umntu olungileyoloo nto ifana nequla eligxobhekileyo okanye nomthombo ongcolisekileyo.
27 Ukubutya kakhulu ubusi akulunganga;kukwanjalo ukuhlala uzifunela imbeko.
28 Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengenioku kwesixeko esindongaziwileyo.