4 Sukuphendulana nesiyatha,hleze nawe lo uzibhaqe sewufana naso.
5 Xa umntu ebuza umbuzo wobudenge mlinganisele,hleze azicingele ukuba usisilumko.
6 Ukuthemba isidenge somthunywa kukuzenzakalisanqwa nokuzinqumla imilenze.
7 Iqhalo emlonyeni womntu ongaqondiyolifana nomlenze ojingayo wesiqhwala.
8 Ukuncoma isityhakalanqwa nokubophelela ilitye *kwinkwitshi.
9 Iqhalo emlonyeni wesiyathanqwa nesebe elinameva esandleni senxila.
10 Umntu oqesha isidenge okanye nabani na odlulayo akanankathalo,ufana nejoni elidubula nje nabani na.