Uhezekile 1:28 XHO96

28 Oku kukhanya nqwa nomnyama emafini mhla kunayo. Nguwo lowo ke umbono wobuqaqawuli nobungangamsha bukaNdikhoyo.Ndithe tywaa phantsi ngesisu ndakuwubona lo mbono, ndaza ndeva ilizwi lothethayo,

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 1

imbono Uhezekile 1:28 kwimeko