Uhezekile 12:16 XHO96

16 Kodwa ndiya kusindisa intsalela yabo ekutshatyalalisweni likrele, nendlala, nobhubhani, khon' ukuze izixele izenzo zabo ezimanyumnyezi kwezo ntlanga iya kuhamba phakathi kwazo. Xa kunjalo baya kundazi ukuba ndinguNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 12

imbono Uhezekile 12:16 kwimeko