Uhezekile 14:11 XHO96

11 Xa kunjalo abantu bakwaSirayeli baya kukuyeka ukuphambuka ezindleleni zam, bahlukane nokuzityikila ngezikreqo zabo. Baya kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wabo, itsho iNkosi uNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 14

imbono Uhezekile 14:11 kwimeko