Uhezekile 14:7 XHO96

7 “Xeshikweni nawuphi na umSirayeli okanye umngeneleli uthe wazikhwebula kum, waza waqulatha izithixo entliziyweni yakhe, wabeka nesikhubekiso senkohlakalo phambi kwakhe, asuke aye kubuza ngam kumshumayeli, mna Ndikhoyo ndiya kumphendula ngokwam.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 14

imbono Uhezekile 14:7 kwimeko