Uhezekile 16:37 XHO96

37 ngoko ke ndiza kuwaqokelela onke amadoda akho abekuvisa ubumnandi ngokulala nawe, onke bethu, lawo ubuwathanda nalawo ubuwacaphukela. Ndiza kuwaqokelela kuzo zonke iindawo, ndize nawo phambi kwakho, ndikuhambise ze, abubone ubuze bakho.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 16

imbono Uhezekile 16:37 kwimeko