Uhezekile 16:57 XHO96

57 kuba kaloku ubugwenxa bakho babusafihlakele. Kodwa ngoku iintombi zase-Edom nabo bonke abamelwane bazo zikujongele phantsi, ngokunjalo iintombi zamaFilistiya nabo bonke abakungqongileyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 16

imbono Uhezekile 16:57 kwimeko