Uhezekile 19:9 XHO96

9 Bayirhola ngamagwegwe, bayifaka ehokweni;beza nayo kukumkani waseBhabheli,yavalelwa entolongweni.Awabe uphinde uviwe umgqumo wayo kwiintaba zakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 19

imbono Uhezekile 19:9 kwimeko