Uhezekile 20:13 XHO96

13 “Kodwa kuko konke oku abantu bakwaSirayeli bandivukela entlango, bayityeshela imimiselo yam, bayilahla imithetho yam – nakuba lowo uyithobelayo eya kudla ubomi ngenxa yayoNqulo 18:5 – bayinyelisa kwaphela iMihla yam yokuPhumla. Ndatsho ukuthi ndiya kuyikhuphela kubo ingqumbo yam, ndibatshabalalise entlango.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 20

imbono Uhezekile 20:13 kwimeko