Uhezekile 20:3 XHO96

3 “Mntundini, thetha namadoda amakhulu akwaSirayeli, uthi kuwo: Ithi iNgangalala uNdikhoyo: Nize kubuzisa kum na? Ngokwenene ndiyafunga andiyi kunivumela nibuzise kum, itsho iNgangalala uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 20

imbono Uhezekile 20:3 kwimeko