Uhezekile 23:39 XHO96

39 Kanye ngalo mhla benza idini ngabantwana babo kwizithixo zabo, bangena esibingelelweni sam, basigqwalisa. Nantso ke into abayenzileyo endlwini yam.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 23

imbono Uhezekile 23:39 kwimeko