Uhezekile 25:4 XHO96

4 ke mna ndiza kuninikezela kwisizwe sasempuma, nize nibe sezandleni zaso. Baya kumisa iikampu zabo, beme phakathi kwenu; baya kuzitya iziqhamo zenu, bawatye amasi eenkomo zenu.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 25

imbono Uhezekile 25:4 kwimeko