19 Ithi iNkosi uNdikhoyo: “Ndiya kukutshabalalisa ube linxuwa, kungabi sabakho bani uhlala kuwe; ndiya kukuntywilisela enzonzobileni yamanzi olwandle;
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 26
imbono Uhezekile 26:19 kwimeko