Uhezekile 29:18 XHO96

18 “Mntundini, uNebhukadenezare ukumkani waseBhabheli wawufunza ngamandla umkhosi wakhe kwimfazwe yaseTire. Atsho amadoda akhuthuka iintloko, atyabuka amagxalaba. Kodwa umkhosi wakhe zange uzuze nto kuloo mfazwe yaseTire.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 29

imbono Uhezekile 29:18 kwimeko