Uhezekile 31:16 XHO96

16 Izizwe ndazenza zangcangcazela zakuva isandi sokuwa kwawo xa ndandiwufaka engcwabeni kunye nabo bangena kwelabafileyo. Kwakuba njalo yonke imithi yaseIdeni, eyona-yona mithi yaseLebhanon, yonke imithi eyayimi phezu kwamanzi, yaxola ngaphantsi komhlaba.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 31

imbono Uhezekile 31:16 kwimeko