Uhezekile 32:7 XHO96

7 Xa ndikucima igama,ndiya kuligquma izulu,ndizigubungele iinkwenkwezi.Ilanga ndiya kulisitha ngelifu;inyanga ayisayi kukhanya.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 32

imbono Uhezekile 32:7 kwimeko