Uhezekile 34:14 XHO96

14 Ndiya kuzalusela emadlelweni aluhlaza; ziya kudla ezintabeni zakwaSirayeli. Ziya kubutha emadlelweni amahle, zidle eyona-yona ngca ezintabeni zakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 34

imbono Uhezekile 34:14 kwimeko