Uhezekile 34:16 XHO96

16 Ndiya kuzifuna ezilahlekileyo, ndiziphuthume ezidukileyo. Ndiya kuzibopha ezenzakeleyo, ndizomeleze ezibuthathaka; kodwa ndiya kuzinqamla ezityebileyo nezomeleleyo. Umhlambi ndiya kuwalusa ngobulungisa.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 34

imbono Uhezekile 34:16 kwimeko