Uhezekile 36:23 XHO96

23 Ndiza kwenza bubonwe ubungcwele begama lam elilodwa eniligqwalisileyo ezizweni. Izizwe ke ziya kuqonda ukuba ndinguNdikhoyo, itsho iNgangalala uNdikhoyo, xa zindibona ndingoyedwa ngento endinenzela yona.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 36

imbono Uhezekile 36:23 kwimeko