Uhezekile 36:36 XHO96

36 Ngoko ke amasalela eentlanga ezimelene nani aya kuqonda ukuba mna Ndikhoyo ndiyivusile into ebidiliziwe, ndatyala apho bekusenkangala. Ndithethile mna Ndikhoyo, ndiya kuyenza loo nto.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 36

imbono Uhezekile 36:36 kwimeko