Uhezekile 37:14 XHO96

14 Ndiya kufaka uMoya wam kuni, ukuze niphile, ndize ndinibeke ezweni lenu. Niya kuqonda ukuba mna Ndikhoyo ndithethile ndenza, utsho uNdikhoyo.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 37

imbono Uhezekile 37:14 kwimeko