Uhezekile 39:23 XHO96

23 Izizwe ziya kwazi ukuba abantu bakwaSirayeli bathinjwa ngenxa yesono sabo, kuba babenganyanisekanga kum. Ke mna ndazifihla kubo, ndaza ndabanikezela ezintshabeni zabo, bonke babulawa ngekrele.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 39

imbono Uhezekile 39:23 kwimeko