Uhezekile 41:22 XHO96

22 Kwakukho iqonga lomthi elimpakamo uyimitha enesiqingatha nelimacala alinganayo ayimitha enye ngalinye. Iimbombo zalo, nesiseko, kwakunye namacala, konke kwakungumthi. Yathi kum le ndoda: “Le yitafile emi phambi *kukaNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 41

imbono Uhezekile 41:22 kwimeko