Uhezekile 42:14 XHO96

14 Bakuba ababingeleli bengene kulo mhlaba uwodwa abanako ukuphumela kwintendelezo engaphandle de babe bazishiye ngaphakathi izambatho ababesebenza ngazo, kuba zingcwele. Kufuneka bafake zambatho zimbi xa beza kusondela kumhlaba osikelwe abantu.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 42

imbono Uhezekile 42:14 kwimeko