3 Yinkosi kuphela komntu onokuhlala ngaphakathi kwesango atye phambi kukaNdikhoyo. Iya kungena ngevaranda yesango, ize ibuye iphume kwangayo.”
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44
imbono Uhezekile 44:3 kwimeko