Uhezekile 45:1 XHO96

1 “Xa nisaba umhlaba olilifa niya kunikela *kuNdikhoyo isabelo somhlaba oyindawo yakhe eyodwa ube ziikhilomitha ezilishumi elinambini elinesiqingatha ubude neekhilomitha ezilishumi ububanzi; wonke ke lo mhlaba uya kuba ngumhlaba ongcwele.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 45

imbono Uhezekile 45:1 kwimeko