Uhezekile 45:15 XHO96

15 Kwakhona makuthatyathwe igusha ibe nye kumhlambi wamakhulu amabini odla kumadlelo aluhlaza akwaSirayeli. Zona ke zosetyenziswa neminikelo yokutya, amadini atshiswayo, neminikelo yobudlelwane yokungxengxezela abantu,’ itsho iNgangalala uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 45

imbono Uhezekile 45:15 kwimeko