Uhezekile 45:9 XHO96

9 “Itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: ‘Kwanele, zinkosi zakwaSirayeli! Yahlukanani nogonyamelo kwanengcinezelo, nenze ubulungisa nokulungileyo. Yekani ukuhlutha abantu umhlaba wabo,’ utsho uNdikhoyo iNgangalala.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 45

imbono Uhezekile 45:9 kwimeko