Uhezekile 5:13 XHO96

13 “Emva koko ke uya kuphela umsindo kum, nokuqumba kuthothe, kuba ndiya kuba ndiziphindezele. Xa ingqumbo yam ndiyikhuphele kubo baya kwazi ukuba mna Ndikhoyo ndithethile ndiqhutywa likhwele lam.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 5

imbono Uhezekile 5:13 kwimeko