Uhezekile 6:12 XHO96

12 Okude uya kufa ngobhubhani; okufutshane uya kufa ngekrele; othe wasinda uya kufa yindlala. Ndiya kwenjenjalo ke xa ndiwukhuphela kubo umsindo wam.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 6

imbono Uhezekile 6:12 kwimeko