Uhezekile 8:11 XHO96

11 Phambi kwazo kwakumi amashumi asixhenxe amadoda amakhulu endlu kaSirayeli, phakathi kwawo kukho uYazaniya unyana kaShafan. Nganye kuwo yayiphethe isitya esinesiqholo, kuso kunyuka umsi.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 8

imbono Uhezekile 8:11 kwimeko