Uhezekile 1:17 XHO96

17 Xa zihamba zazisiya nakwiliphi na icala kumacala omane ezazijonge kuwo izidalwa, amavili engajika-jiki naxa zihambayo izidalwa.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 1

imbono Uhezekile 1:17 kwimeko