Uhezekile 16:45 XHO96

45 Kaloku umfuzile unyoko, kuba yena wamdela umyeni wakhe kunye nabantwana bakhe; ukwangumgubo wengxowa enye noodade wenu abâthi bona babadela abayeni babo nabantwana babo. Unyoko wayengumHiti, uyihlo engumAmori.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 16

imbono Uhezekile 16:45 kwimeko