Uhezekile 26:17 XHO96

17 Ziya kwenza isililo ngawe, zithi kuwe:“ ‘Yehaa!Watshabalala, sixekondini sodumo, ikhaya lamadoda aselwandle!Ubunegunya elwandle, wena nabemi bakho,ngenxa yakho bebethuthumela bonke abahlala apho.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 26

imbono Uhezekile 26:17 kwimeko