Uhezekile 28:16 XHO96

16 Urhwebo lwakho olugqibe lonke ilizwelwakwenza waba sisikrelemnqa wada wona.Ke mna ndakugxotha entabeni kaThixo,waza wahlazeka.Ewe, ndakugxotha, wena sithunywa esimaphiko,wemka kuloo matye abomvu ngumlilo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 28

imbono Uhezekile 28:16 kwimeko