17 Wasuka wangenwa likratshi ngenxa yobuhle;bade bonakala nobulumko bakho,ngenxa yokuziqhayisa ngobunzwakazi.Ndaza ke mna ndakubhuqa-bhuqa emhlabeni,ndakwenza intlekisa yeekumkani.
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 28
imbono Uhezekile 28:17 kwimeko