15 waza wayibuyisa loo mpahla bekubanjiswe ngayo ngumboleki, wayibuyisa impahla ayibileyo, wenza ngokwemimiselo yobomi, wahlukana nobubi, ngokwenene akayi kufa, uya kudla ubomi.
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 33
imbono Uhezekile 33:15 kwimeko