Uhezekile 33:5 XHO96

5 Ulivile ixilongo, kodwa akahoya; ngoko ke ityala lokufa kwakhe lelakhe. Ukuba ebehoyile ngesindile ekufeni.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 33

imbono Uhezekile 33:5 kwimeko