Uhezekile 33:6 XHO96

6 Kodwa ukuba uthe umlindi, elibona ikrele lisiza, akalivuthela ixilongo ukulumkisa abantu, laza ikrele lafika labulala omnye wabo, lowo uya kufa ngenxa yesono sakhe, kodwa ityala lokufa kwakhe liya kuba lelomlindi.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 33

imbono Uhezekile 33:6 kwimeko