Uhezekile 35:15 XHO96

15 Ngenxa yokuba wena wazala luvuyo mhla litshabalala ilifa lendlu kaSirayeli, nawe ndiza kukuvisa loo nto. Uza kutshabalala, ntaba yaseSeyire, wena ne-Edom iphela. Niya kutsho niqonde ukuba ndinguNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 35

imbono Uhezekile 35:15 kwimeko