Uhezekile 36:12 XHO96

12 Ndiya kubenza abantu bam, amaSirayeli, banyathele phezu kwenu. Niya kuba ziintaba zabo, nibe lilifa labo. Anisoze niphinde nibahluthe abantwana babo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 36

imbono Uhezekile 36:12 kwimeko