Uhezekile 38:11 XHO96

11 Uya kuthi: ‘Ndiza kuhlasela ilizwe elidolophu zingenandonga zikhuselayo; ndiza kuhlasela abantu boxolo bengalindele ngozi – bonke behlala apho kungekho zindonga zikhuselayo nazingcango namivalo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 38

imbono Uhezekile 38:11 kwimeko