Uhezekile 4:13 XHO96

13 Waza wathi uNdikhoyo: “Baya kwenjenjalo abantu bakwaSirayeli ukudla ukutya okungcolileyo xa bephakathi kweentlanga endiya kubasarhaza phakathi kwazo.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 4

imbono Uhezekile 4:13 kwimeko