Uhezekile 40:19 XHO96

19 Yalinganisa umgama ukusuka phakathi kwisango elingezantsi kuye kuthi gaa ngaphandle kwentendelezo engaphakathi; wawuziimitha ezimashumi mahlanu kwisango lasempumalanga ngokunjalo nakwelingentla.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 40

imbono Uhezekile 40:19 kwimeko