Uhezekile 43:27 XHO96

27 Emva kwezi ntsuku, oko kukuthi ukusuka kusuku lwesibhozo, amadini atshiswayo neminikelo yobudlelane yenu iya kunikelwa ngababingeleli kweli qonga. Ngale ndlela ke niya kwamkeleka kum, itsho iNgangalala uNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 43

imbono Uhezekile 43:27 kwimeko