Uhezekile 44:17 XHO96

17 “Xa bengena emasangweni entendelezo ephakathi mabanxibe impahla yelinen; mabanganxibi impahla eyenziwe ngoboya ngexesha balungiselelayo kwinkundla engaphakathi okanye ngaphakathi endlwini kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 44

imbono Uhezekile 44:17 kwimeko